INTLANGANISO YOLUNTU 18H30 20H00 4 JUNI 2018 AJENDA Ulwamnkelo - - PowerPoint PPT Presentation
INTLANGANISO YOLUNTU 18H30 20H00 4 JUNI 2018 AJENDA Ulwamnkelo - - PowerPoint PPT Presentation
INTLANGANISO YOLUNTU 18H30 20H00 4 JUNI 2018 AJENDA Ulwamnkelo nengcaciso S. Chand Imigaqo yoqeqesho S. Chand Imvelaphi nomxholo D. Cloete Ngobani abadlali D. Cloete Inqubo kunye nexesha S. Chand Ingxoxo
AJENDA
Ulwamnkelo nengcaciso
- S. Chand
Imigaqo yoqeqesho S. Chand Imvelaphi nomxholo
- D. Cloete
Ngobani abadlali
- D. Cloete
Inqubo kunye nexesha
- S. Chand
Ingxoxo
- S. Chand
KUTHENI SILAPHA?
INJONGO: I-ACSA ukwabelana ngolwazi malunga nokuguqulwa kwegama elicetywayo Kuwe, uluntu, ukuba nethuba lokunika iingcinga / izimvo zakho AKUKHO SIGQIBO NGOKUHLWA NJE AKUKABIKHO MAGAMA AZAKUVOTELWA SIFUNA UKUTHETHA KWAKHO NEZIMVO ZAKHO
IMIGAQO YOQEQESHO
UMQUQUZELELI: Ukugcina ingxoxo igxile kwiinjongo / injongo eziphambili zeentlanganiso Ukunika ithuba elifanelekileyo lokuba wonke umntu athethe Ukuququzelela ukucacisa kwimibuzo ebuziweyo Ukuqinisekisa ukuba intlanganiso iphela ngo-20h00
IMIGAQO YOQEQESHO
Inxaxheba / AMALUNGU OLUNTU: Ukuhlonipha izithethi kunye namanye amalungu ababekho Ukuphakamisa isandla sakho xa ufuna ukuthetha, linike igama lakho kunye namazwana akho Ukugcina izimvo zakho zicacile kwaye zifutshane ukuze wonke umntu anethuba lokuthetha (2 imizuzu engaphezulu) Nceda unike iingcinga zakho: Myalezo: 079 947 7410 Imeyile: airportnamechange@chand.co.za
IGALELO ELISUKA E-ACSA CTIA
Iingcinga evela kuMphathi Jikelele wesikhululo, uDeon
Cloete
UKUSETYENZISWA KWEGAMA ELIZOKUTSHINTSHWA
Ngaphambili ngo 1994- urhulumente wenze isigqibo sokuguqula umhlaba wemveli nobonakalalisa ngcono ukuhlukahluka kweenkcubeko zaseMzantsi Afrika. INKQUBO YOLUNTUNTU IXHASA LE NJONGO Isizwe sendiza sasekapa saphakamisa utshintsho gama malunga nalenqubo
IZAKWENZIWA NJANI LENQUBO YOKUTSHINTSHWA KWEGAMA?
UMthetho weBhunga loNxweme wamaZiko aseMzantsi Afrika, 1998 (uMthetho 118 ka-1998)
Inqubo yokutshintshwa kwegama
Ukunyuswa koMthetho woBulungisa woLawulo, 2000 (UMthetho wesi-3 ka-2000) Ukufumana igalelo loluntu
UMTHETHO
IZAKWENZIWA NJANI LENQUBO YOKUTSHINTSHWA KWEGAMA?
UMphathiswa wezothutho 22 Matshi 2018, iNhlonipho. UMphathiswa uDkt Nzimande uhambela i-ACSA ukulungiselela utshintsho lwegama kwisikhululo sendiza sasekapa, eMonti, eKimberley naseBhayi ACSA
- ISizwe: Khokela inkqubo yokuqamba ngokutsha egameni le shishini
- Ummandla: Uququzelele izinto zeengingqi zegama utshintsho
kwisikhululo sasekapa.
Abacwangcisi abazimeleyo be-Chand
- Abacwangcisi abazimeleyo kwintlanganiso kawonkewonke
mabaqinisekise ukuba izimvo zifakwe ngendlela ecacileyo
- Qulunqa iNgxelo yoNgeniso yoluntu ebhala iingxelo kunye namacebiso
- ICHAND AYENZI NGOKWAYO ISIGQIBO
- ICHAND AYINAMPEMBELELO KWISIGQIBO
ROLEPLAYERS
ISEBENZA NJANI LENQUBO EKUTSHINTSHENI IGAMA?
IBhunga lePhondo naMagama eeNdawo(PGNC):
- Ukuphononongwa kwengxelo yomphakathi nokuufaka ingxelo kuqinisekiwse
inkqubo eyenziwe ngokufanelekileyo nangokuzimela
- Igama lokuphonononga utshintsho iingcomo kwaye ukhangele ukuthotyelwa
kwemiqathango ngokwemithetho kunye neNcwadana kwiiNguqulelo zegama lokuGama
- Thumela iingcebiso kwiBhunga leeNdawo zaseMzantsi Afrika
IBhunga leeNdawo zoMzantsi Afrika(SAGNC)
- Fumana iingcebiso ezivela kwi-PNGC
- Ukuphonononga inkqubo eyenziweyo kunye neziphakamiso
ukuqinisekisa ukuthotyelwa koMthetho
- Nika iingcebiso kuMphathiswa wezoBugcisa neNkcubeko
Mphathiswa woBugcisa neNkcubeko
- Fumana iziphakamiso ezivela kwi-SAGNC
- Yenza isigqibo sokugqibela
ROLEPLAYERS
Isigqibo sokuqalisa sokuqalisa ukuguqula igama Umphathiswa wezothuto Intengiso kawonkewonke Ukufumana amanqaku Intlanganiso kawonkewonke ICHAND Ilapha Ikomiti yephondo ithumela iziphakamiso nengxelo zamagama ngokutsha Ikomiti yephondo lamagama esizwe Ikomiti yamagama eendawo eMzantsi Africa athumela ingxelo ngokutsha kumphathiswa wezobugcisa nenqcubeko Ikomiti yeeNdawo zoMzantsi Africa Umphathiswa wobugcisa nenkcubeko uhlaziya iingcebiso nenqubo kwaye enze nesigqibo Umphathiswa wezobugcisa nenkcubeko Isigqibo senziwa esidlangalaleni Igazethi karhulumente Ikomiti yephondo namagama elizwe
Ngaphantsi kwenyanaga ezine INQUBO
UMDLALI
SIZOFIKELELA NJANI ISIGQIBO KULUNTU?
UMphathiswa wezobuGcisa neNkcubeko uzakusebenzisa iGazethi kaRhulumente I-ACSA ngeCand nezinye iziteshi
NGUBANI ONOXANDUVA EKUTSHINTSHWENI KWEGAMA?
Uninzi lamacandelo aya kubandakanyeka ukusuka kwi- ACSA kunye namaqabane abo okuxhobisa njengeSixeko saseKapa noRhulumente wePhondo leNtshona Koloni Imibutho yezokhenketho njalo njalo.
ZITHINI INDLEKO ZOKULUNGISELELA LOMSEBENZI?
Iminyaka eyi-10 eyadlulayo ngeendleko ze-ORT malunga nezigidi ezi-5 zeerandi Kweli nqanaba akukho inkcazo ecacileyo yeendleko Abaqhubi beendleko basayinwe kwendlela, ukususwa kunye nokusetyenziswa kwegama elichanekileyo kwi-precinct
INGABA AKHONA AMAGAMA ATHILE ASELE ELUNGISELELWE UKUVOTELWA ?
Akukho magama asele ebonisiwe azakuvotelwa Uluntu luvumelekile ukuthumela naliphi na igama elilithandayo
IZAKWENZIWA NJANI LENQUBO YOKUTSHINTSHWA KWEGAMA?
IBhunga leeNdawo zoLuntu lwaseMzantsi Afrika (SAGNC) linika isikhokelo malunga negama lenguqu Amagama ngokwendawo ekufuneka iphetshwe:
- Amagama asele avunyelwe kwenye indawo e-SA
- Amagama eendawo kwamanye amazwe
- Amagama afana nokupela amagama okanye ukubizwa
- Amagama onyelisayo namagama akhubekisayo
- Amagama anecalulo w.r.t.t. uhlanga, ubulili njalo njalo.
- Amagama angabonwa njengentengiso.
LAZISWE NJANI ULUNTU NGALOMSENZI?
23/27 Meyi: isibhengezo ezahlukeneyo zephepha ndaba ukwazisa ngenjongo yokutshintshwa kwegama - izikhululo zomoya ezine 28 Meyi – 1 Juni: Izaziso kwiintlanganiso zoluntu kunye neenkcukacha zokuvota (i-SMS + i-imeyile) Amaphephandaba angingqi ezintathu, amaphephandaba omphakathi angama-16 Iziteshi zerediyo zommandla nakwiindawo Iqumrhu-nqanaba kunye neekomiti zeewadi zifumana isaziso Intlanganiso kawonkewonke: Silapha
IZIMVO / AMAGALELO
Umyalezo: 079 947 7410 Imeyile: airportnamechange@chand.co.za
Phambi kwenzulu zobusuku 6 JUNI 2018
UKUQALA
ISIKHUMBUZO BEKA IZIMVO ZAKHO ZIBEMFUTSHANE UKUNIKA NABANYE ITHUBA
Umyalezo: 079 947 7410 imeyile:airportnamechange@chand.co.za